Book Creator

Abantu abangamabhinqa ayakwazi ukwenza imisebenzi yamadoda

by LUNIKO HLALUKANA

Pages 4 and 5 of 6

GRADE 7B 1:LUNIKO HLALUKANA :ABANTU ABABHINQILEYO BAYAKWAZI UKWENZA IMISEBENZI YABANTU ABANGOTATA
Content Page :
Iphepha1:Umfanekiso
Iphepha2:Content Page
Iphepha3:Kwenzeka ntoni ?
Iphepha 4:luhlobo olunjani lwetekisi
Iphepha5:Imibuzo nempendulo
Iphepha6:Record
ISIMO SENTLALO ? KWENZEKA NTONI KWELIBALI ?
Elibali limalunga namabhinqa afundela ukuqhuba iinqwelo-moya. Amabhinqa ayakwazi ukuwenza umsebenzi wamadoda njengokuqhuba iinqanawa,inqwelo-moya,ukubalipolisa nokubangumqhubi weebhasi.
Loading...
KUTHETHWA NGANTONI ? LUHLOBO OLUNJANI LETEKISI ?
Loading...
Kuletekisi kuthethwa ngokuba amabhinqa ayakwazi ukuyenza imisebenzi yabantu abangotata/amadoda. Letekisi yinoveli.
Loading...
IMIBUZO KUNYE NEEMPENDULO .
Loading...
1:UBONA NTONI KULOMFANEKISO ?
kumfanekiso ndibona ibhinqa liqhuba inqwelo-moya.
2:YINTONI EKUCINGISE UKUBA MAWENZE NGALENCOKO ?
kuba ndifuna ukubonisa ukubaluleka kwento yokungabajongeli phantsi amabhinqa .
3:INGABA UZIVE NJANI EMVENI KOKUBHALA NGALENCOKO ?
ndizive ndikhululekile kuba kudala ndinqwenela ukwenza ibali ngalencoko .
RECORD

You've reached the end of the book

Read again

Made with Book Creator

PrevNext