Ukufunda nokubukela.

GRADE 7B 1:LUNIKO HLALUKANA :ABANTU ABABHINQILEYO BAYAKWAZI UKWENZA IMISEBENZI YABANTU ABANGOTATA

Loading...
Content Page :Loading...
Iphepha1:UmfanekisoIphepha2:Content Page
Iphepha3:Kwenzeka ntoni ?
Iphepha 4:luhlobo olunjani lwetekisi
Iphepha5:Imibuzo nempendulo
Iphepha6:Record
Loading...
ISIMO SENTLALO ? KWENZEKA NTONI KWELIBALI ?Loading...
Elibali limalunga namabhinqa afundela ukuqhuba iinqwelo-moya. Amabhinqa ayakwazi ukuwenza umsebenzi wamadoda njengokuqhuba iinqanawa,inqwelo-moya,ukubalipolisa nokubangumqhubi weebhasi.KUTHETHWA NGANTONI ? LUHLOBO OLUNJANI LETEKISI ?
Kuletekisi kuthethwa ngokuba amabhinqa ayakwazi ukuyenza imisebenzi yabantu abangotata/amadoda. Letekisi yinoveli.
IMIBUZO KUNYE NEEMPENDULO .
1:UBONA NTONI KULOMFANEKISO ?
kumfanekiso ndibona ibhinqa liqhuba inqwelo-moya.
2:YINTONI EKUCINGISE UKUBA MAWENZE NGALENCOKO ?
kuba ndifuna ukubonisa ukubaluleka kwento yokungabajongeli phantsi amabhinqa .
3:INGABA UZIVE NJANI EMVENI KOKUBHALA NGALENCOKO ?
ndizive ndikhululekile kuba kudala ndinqwenela ukwenza ibali ngalencoko .

RECORD